Uisaya 25:2 XHO75

2 Ngokuba umzi uwenzé walinxuwa; inqaba enqatyisiweyo yangumwewe; uxande olude lwabasemzini alwaba mzi, ungàkhiwa naphakade.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 25

imbono Uisaya 25:2 kwimeko