Uisaya 27:10 XHO75

10 Ngokuba umzi onqatyisiweyo uwodwa, usisithili esilahliweyo, esishiyiweyo njengentlango. Aya kudla khona amathole, abuthe khona, awadle awagqibe khona amahlamvu aso.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 27

imbono Uisaya 27:10 kwimeko