Uisaya 27:11 XHO75

11 Othi akoma amasebe aso, aphulwe; beze abafazi, bawabase; kuba asibantu banangqondo aba; ngako oko umenzi wabo akayi kuba namfesane kubo, umbumbi wabo akayi kubababala.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 27

imbono Uisaya 27:11 kwimeko