Uisaya 29:15 XHO75

15 Yeha ke abangxokayo, besithelisa iqhinga labo kuYehova, zibe semnyameni izenzo zabo; bathi, Ngubani na osibonayo? ngubani na osaziyo?

funda isahluko epheleleyo Uisaya 29

imbono Uisaya 29:15 kwimeko