Uisaya 29:16 XHO75

16 Hayi, ukuphenduka kwenu! Kuya kuthiwa umbumbi unjengodongwe na? into eyenziweyo ithi na kumenzi wayo, Akandenzanga? into ebunjiweyo ithi na kumbumbi wayo, Akaqondi?

funda isahluko epheleleyo Uisaya 29

imbono Uisaya 29:16 kwimeko