Uisaya 37:38 XHO75

38 Kwathi, enqula endlwini kaNiseroki uthixo wakhe, bamxabela ngekrele ooAdrameleki noSharetsere, oonyana bakhe. Baza basabela ezweni laseArarati. UEsar-hadon, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 37

imbono Uisaya 37:38 kwimeko