Uisaya 38:1 XHO75

1 Ngaloo mihla wayesifa UHezekiya, eza kufa. Waya umprofeti kuye, uIsaya unyana ka-Amotsi; wathi kuye, Utsho uYehova ukuthi, Yolela indlu yakho, ngokuba uya kufa wena, akuyi kuphila.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 38

imbono Uisaya 38:1 kwimeko