Uisaya 42:24 XHO75

24 Ngubani na owamnikela uYakobi ekuhluthweni, owamnikela uSirayeli kubaphangi? AsinguYehova nalowo sonayo kuye, lowo bangavumanga ukuhamba ngeendlela zakhe, àbawuphulaphula umyalo wakhe?

funda isahluko epheleleyo Uisaya 42

imbono Uisaya 42:24 kwimeko