Uisaya 42:25 XHO75

25 Wamphalazela ngobushushu bomsindo wakhe, nangamandla emfazwe; wamlenya ngomlilo ngeenxa zonke, àkakwazi noko; wamtshisa, noko akakunyamekela oko ngentliziyo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 42

imbono Uisaya 42:25 kwimeko