Uisaya 43:1 XHO75

1 Kaloku ke utsho uYehova, uMdali wakho, Yakobi, uMbumbi wakho, Sirayeli, ukuthi, Musa ukoyika; ngokuba ndikukhulule ngokukuhlawulela; ndikubizile ngegama lakho, ungowam.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 43

imbono Uisaya 43:1 kwimeko