Uisaya 43:2 XHO75

2 Xa uthi uwéle emanzini, ndoba nawe: nasemilanjeni, ayisayi kukuntywilisela; xa uthi uhambe emlilweni, akuyi kurhawuka, nelangatye lingakutshisi.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 43

imbono Uisaya 43:2 kwimeko