Uisaya 43:10 XHO75

10 Ningamangqina am, utsho uYehova, nina ningumkhonzi wam endimnyulileyo; ukuze nazi, nikholwe ndim, niqonde ukuba ndim; phambi kwam akubunjwanga thixo, nasemva kwam akuyi kubakho namnye.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 43

imbono Uisaya 43:10 kwimeko