Uisaya 43:9 XHO75

9 Nonke zintlanga, buthelanani ndawonye, zihlangane izizwe. Ngubani na kuni onokukuxela oko? Mabasivise izinto zangaphambili, mabamise amangqina abo, bagwetyelwe; mabeve ke abantu, bathi, Yinyaniso.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 43

imbono Uisaya 43:9 kwimeko