Uisaya 43:24 XHO75

24 Akundithengelanga kalamo* ngemali, akundihluthisanga ngamanqatha emibingelelo yakho; hayi, ùndikhonzise ngezono zakho, undidinisile ngobugwenxa bakho.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 43

imbono Uisaya 43:24 kwimeko