Uisaya 45:12 XHO75

12 Mna ndenza ihlabathi, ndadala abantu phezu kwalo; izandla zam, mna lo zaneka izulu, nomkhosi walo wonke ndawuwisela umthetho.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 45

imbono Uisaya 45:12 kwimeko