Uisaya 45:13 XHO75

13 Mna ndimvelisile ngobulungisa, ndiya kuzilungelelanisa iindlela zakhe zonke. Yena uya kuwakha umzi wam, abakhulule abafuduswa bam, kungarholwanga nani, kungarholwanga sicengo; utsho uYehova wemikhosi.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 45

imbono Uisaya 45:13 kwimeko