Uisaya 47:11 XHO75

11 Bokuzela ke ububi, ungakwazi ukubunyanga; ikuwele inkohlakalo, ungabi nako ukuyicamagushela; ikuzele ngesiquphe intshabalala ongayaziyo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 47

imbono Uisaya 47:11 kwimeko