Uisaya 47:6 XHO75

6 Ndába noburhalarhume kubantu bam, ndalingcolisa ilifa lam, ndabanikela ezandleni zakho; akwaba namfesane kubo; naphezu kwamadoda amakhulu wayenza yanzima kakhulu idyokhwe yakho.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 47

imbono Uisaya 47:6 kwimeko