Uisaya 49:4 XHO75

4 Ndathi mna, Ndifumane ndazixhamla, ndawaphelisa amandla am ngochuku, nangento engento; noko ibango lam likuYehova, nomvuzo wam unoThixo wam.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 49

imbono Uisaya 49:4 kwimeko