Uisaya 49:5 XHO75

5 Kaloku ke uthi uYehova, owandibumba kwasesizalweni, ukuba ndibe ngumkhonzi kuye wokubuyisela uYakobi kuye, uSirayeli ahlanganiselwe kuye (ndizukile emehlweni kaYehova, uThixo wam waba ngamandla am);

funda isahluko epheleleyo Uisaya 49

imbono Uisaya 49:5 kwimeko