Uisaya 51:10 XHO75

10 Asinguwe na lowa womisa ulwandle, amanzi enzonzobila enkulu; iinzulu zolwandle wazenza indlela yokuwela abahlawulelweyo?

funda isahluko epheleleyo Uisaya 51

imbono Uisaya 51:10 kwimeko