Uisaya 51:9 XHO75

9 Vuka, vuka, nxiba amandla, ngalo kaYehova! Vuka, njengokwemihla yamandulo, njengokwezizukulwana zaphakade! Asinguwe na lowa wachitha uRahabhi, wayihlaba ingwenya?

funda isahluko epheleleyo Uisaya 51

imbono Uisaya 51:9 kwimeko