Uisaya 51:8 XHO75

8 Kuba amanundu aya kubadla njengengubo, umbungu ubadle njengoboya begusha; ke bona ubulungisa bam buya kuba ngunaphakade, nosindiso lwam lube kwizizukulwana ngezizukulwana.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 51

imbono Uisaya 51:8 kwimeko