Uisaya 55:5 XHO75

5 Yabona, ùya kubiza uhlanga ongalwaziyo, uhlanga olungakwaziyo wena lugidimele kuwe, ngenxa kaYehova uThixo wakho, ngenxa yoyiNgcwele kaSirayeli, kuba ekuhombisile.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 55

imbono Uisaya 55:5 kwimeko