Uisaya 56:2 XHO75

2 Hayi, uyolo lomntu okwenzayo oku, nonyana womntu obambelela kuko oku; ogcina isabatha ukuba angayihlambeli; ogcina isandla sakhe ukuba singenzi nanye into embi.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 56

imbono Uisaya 56:2 kwimeko