Uisaya 56:3 XHO75

3 Makangatsho ke unyana wolunye uhlanga, lo unamathele kuYehova, ukuthi, UYehova uya kundahlula kube kanye ebantwini bakhe; malingathi ithenwa, Yabona, ndingumthi owomileyo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 56

imbono Uisaya 56:3 kwimeko