Uisaya 60:10 XHO75

10 Oonyana bolunye uhlanga baya kuzakha iindonga zakho, ookumkani babo bakulungiselele; kuba ndikubethe ndinoburhalarhume, kodwa ndaba nemfesane kuwe ndinetarhu;

funda isahluko epheleleyo Uisaya 60

imbono Uisaya 60:10 kwimeko