Uisaya 60:6 XHO75

6 Inkitha yeenkamela iya kukugubungela, amagobo akwaMidiyan nawakwaEfa, bonke bephela baya kuza bevela kwaShebha, bezisa igolide nentlaka emhlophe, beshumayela iindaba ezilungileyo zeendumiso zikaYehova.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 60

imbono Uisaya 60:6 kwimeko