Uisaya 60:7 XHO75

7 Yonke imihlambi yakwaKedare ibuthelana kuwe, iinkunzi zeegusha zakwaNebhayoti ziyakulungiselela; zinyuka ngokulikholo kum esibingelelweni sam, ndihombise indlu yokuhomba kwam.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 60

imbono Uisaya 60:7 kwimeko