Uisaya 61:6 XHO75

6 Ke nina ukubizwa kwenu, kuya kuthiwa ningababingeleli bakaYehova; kuya kuthiwa kuni, ningabalungiseleli boThixo wethu; niya kudla ubutyebi beentlanga, nindolose ninozuko lwazo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 61

imbono Uisaya 61:6 kwimeko