Uisaya 61:7 XHO75

7 Esikhundleni sokudana kwenu niya kuzuza okuphindiweyo; esikhundleni sehlazo baya kumemelela ngesahlulo sabo; ngako oko baya kudla ilifa eliphindiweyo ezweni labo, baya kuba novuyo olungunaphakade.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 61

imbono Uisaya 61:7 kwimeko