Uisaya 62:10 XHO75

10 Phumani, phumani ngamasango; gecani indlela yabantu; fumbani, fumbani umendo, ncothulani amatye kuwo; nyusani ibhanile* phezu kwezizwe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 62

imbono Uisaya 62:10 kwimeko