Uisaya 62:11 XHO75

11 Yabona, uYehova uvakalisile wesa eziphelweni zehlabathi, wathi, Yithini kwintombi enguZiyon, Yabona, usindiso lwakho luyeza; yabona, umvuzo wakhe únawo, nento ayisebenzileyo iphambi kwakhe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 62

imbono Uisaya 62:11 kwimeko