Uisaya 62:12 XHO75

12 Ukubizwa kwabo kuya kuthiwa ngabantu abangcwele, ngabakhululwa bakaYehova ngokumiselwa; ukubizwa kwakho kuthiwe, ùngofuniweyo, ungumzi ongàshiyiweyo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 62

imbono Uisaya 62:12 kwimeko