Uisaya 63:1 XHO75

1 Ngubani na lo uza evela kwaEdom, evela eBhotsera, zibomvu iingubo zakhe? lo uyingangamsha ngesambatho sakhe, enyalasa ebuninzini bamandla akhe? Ndim, mna uthetha ngokobulungisa, mna umkhulu ukusindisa.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 63

imbono Uisaya 63:1 kwimeko