Uisaya 63:5 XHO75

5 Ndabheka, akwabakho mncedi; ndamangaliswa ukuba kungabikho mxhasi; yandisindisela ke ingalo yam, nobushushu bam baba ngumxhasi wam.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 63

imbono Uisaya 63:5 kwimeko