2 Yookumkani 10:21 XHO96

21 Waza ke wathumela umyalezo kuSirayeli ephela, nakubo bonke abanqula uBhali, ukuze bangaphoswa. Ewe, beza xa bebonke. Baqokelelana ke apho esibingelelweni sikaBhali, satsho sazala sema ngeembambo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 10

imbono 2 Yookumkani 10:21 kwimeko