2 Yookumkani 13:13 XHO96

13 UYehowashe waya kuphumla kooyise, esikhundleni sakhe kwangena uJerobhowam. UYehowashe wangcwatyelwa eSamariya phakathi kookumkani bakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 13

imbono 2 Yookumkani 13:13 kwimeko