2 Yookumkani 14:19 XHO96

19 Bamenzela iyelenqe eJerusalem, waza wabalekela eLakishe, kodwa bamsukela, bamfumana eLakishe, bambulala khona.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 14

imbono 2 Yookumkani 14:19 kwimeko