2 Yookumkani 15:19 XHO96

19 Ke kaloku uPuli ukumkani waseAsiriya wahlasela uSirayeli, waza ke uMenahem wamnika amashumi amathathu anesine amawaka eekhilogram zesiliva ukuze amxhase, futhi abe nokumila embusweni wakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 15

imbono 2 Yookumkani 15:19 kwimeko