2 Yookumkani 15:20 XHO96

20 Le mali ke uMenahem wayibiza ebantwini abazizityebi. Wonke umntu omi kakuhle wayekhupha amashumi amahlanu eesiliva ukuze kurhunywe kukumkani waseAsiriya. Ngoko ke ukumkani waseAsiriya warhoxa emhlabeni wakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 15

imbono 2 Yookumkani 15:20 kwimeko