2 Yookumkani 15:8 XHO96

8 Ngonyaka wamashumi amathathu anesibhozo uAzariya engukumkani wakwaJuda, uZakariya unyana kaJerobhowam waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya isithuba seenyanga ezintandathu.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 15

imbono 2 Yookumkani 15:8 kwimeko