2 Yookumkani 15:7 XHO96

7 UAzariya waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide. Endaweni yakhe kwangena uYotam unyana wakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 15

imbono 2 Yookumkani 15:7 kwimeko