2 Yookumkani 19:15 XHO96

15 Wathandaza kuNdikhoyo, wathi: “Ndikhoyo, Thixo kaSirayeli, wena osesihlalweni phakathi kwezithunywa ezimaphiko, nguwe kuphela onguThixo olawula zonke izikumkani zehlabathi. Wena wawadala amazulu kwanehlabathi.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 19

imbono 2 Yookumkani 19:15 kwimeko