2 Yookumkani 2:14 XHO96

14 Wawuthatha loo mnweba wawuwe kuEliya, wabetha ngawo amanzi, wathi: “Uphi ngoku uNdikhoyo uThixo kaEliya, yena kanye?” Uthe ke akuwabetha amanzi lawo, suka ahlukana kubini, asinga kweli cala nakweliya, waza ke wawela.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 2

imbono 2 Yookumkani 2:14 kwimeko