2 Yookumkani 2:15 XHO96

15 Ke kaloku bakumbona abashumayeli ababengaphesheya ngaseJeriko bathi: “Tyhini, nanko umoya kaEliya uhlala kuElisha.” Bamhlangabeza ke, baza bafika bakhahlela baguqa phambi kwakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 2

imbono 2 Yookumkani 2:15 kwimeko