2 Yookumkani 2:16 XHO96

16 Bathi kuye: “Uyabona, thina zicaka zakho sinamashumi amahlanu amadoda angabikwa hlaba. Makahambe aye kukhangela inkosi yakho, hleze kuthi kanti uMoya kaNdikhoyo lo uyithathe wayibeka ntabeni ithile, okanye ke ntilini ithile.”UElisha wathi: “Hayi, musani ukuwathuma.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 2

imbono 2 Yookumkani 2:16 kwimeko