2 Yookumkani 20:12 XHO96

12 Ke kaloku ngelo xesha ukumkani waseBhabheli, uMerodaki-bhaladan unyana kaBhaladan, weva ukuba uHezekiya ubekhe wagula. Ngoko wambhalela iileta, wazithumela ngezigidimi kunye nesipho.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 20

imbono 2 Yookumkani 20:12 kwimeko