2 Yookumkani 20:13 XHO96

13 UHezekiya wazamkela izigidimi ezo, waza wazibonisa konke okwakukoovimba bakhe: isiliva negolide, ubulawu neziqholo, nazo zonke izikrweqe zakhe zomkhosi. Wazingenisa kubo bonke oovimba bakhe, akwabikho nto zingayibonanga apho ebhotwe nakubukumkani bakhe buphela.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 20

imbono 2 Yookumkani 20:13 kwimeko