2 Yookumkani 20:14 XHO96

14 Umshumayeli uIsaya ke waya kukumkani uHezekiya, wafika wabuza wathi: “La madoda ebevela phi, efuna ntoni khona?”UHezekiya uphendule wathi: “Aphuma kwelikude eBhabheli.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 20

imbono 2 Yookumkani 20:14 kwimeko